ISITYHILELO 21:7 - Compare All Versions
ISITYHILELO 21:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo weyisayo uya kuzidla ilifa izinto zonke; ndiya kuba nguThixo wakhe, yena abe ngunyana wam.
Yabelana
ISITYHILELO 21 XHO75ISITYHILELO 21:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo woyisayo wozixhamla zibe lilifa lakhe ezi zinto. Mna ndoba nguThixo wakhe, yena abe ngunyana wam.
Yabelana
ISITYHILELO 21 XHO96ISITYHILELO 21:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Lowo weyisayo uya kuzidla ilifa izinto zonke; kwaye ndiya kuba nguThixo wakhe, yena abe ngunyana wam.
Yabelana
ISITYHILELO 21 CXB24ISITYHILELO 21:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owoyisayo wolidla ilifa lento zonke; ndandiya kuba NGUTIXO wake, naye yena woba ngunyana wam.
Yabelana
ISITYHILELO 21 XHO1902A