ISITYHILELO 20:10
ISITYHILELO 20:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjako u‐Satane obebakohlisa waposelwa ecibini lomlilo nesufure, apo kukona iṙamnco nomprofite obuxoki; babeya kumbelwa emini nasebusuku kude kube ngunapakade kanapakade.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 20ISITYHILELO 20:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UMtyholi lowo ubalahlekisayo waphoswa edikeni lomlilo nesulfure, apho likhona irhamncwa nomprofeti obuxoki; baya kuthuthunjelwa imini nobusuku, kuse emaphakadeni asemaphakadeni.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 20ISITYHILELO 20:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Okokwakhe umtyholi, umlahlekisi wazo, yena wathiwa dywa echibini lomlilo onesalfa, apho irhamncwa kunye *nomshumayeli oxokayo bebesebephoswe khona. Apho ke baya kungcungcutheka imini nobusuku ngonaphakade kanaphakade.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 20