ISITYHILELO 2:2
ISITYHILELO 2:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyayazi imisebenzi yakho, nokubulaleka kwakho, nomonde wakho, nokuba ungenako ukubathwala abanobubi; nokuba wabalinga abathi bangabapostile,• bengengabo, wabafumana bengamaxoki.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 2ISITYHILELO 2:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyayazi indlela obusebenza ngayo ubulaleka, unenyameko. Ndiyazi ukuba akubanyamezeli abantu abakhohlakeleyo. Ubavavanyile abo babesithi *bangabathunywa bengengabo, wabafumanisa bengamaxoki.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 2ISITYHILELO 2:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiyayazi imisebenzi yakho, nokubulaleka kwakho, nomonde wakho, nokuba ungenako ukubathwala abanobubi; nokuba wabalinga abathi bangabapostile, bengengabo, wabafumana bengamaxoki.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 2ISITYHILELO 2:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndiyazi imisebenzi yako, nomzamo wako, nomonde wako, nokokuba akungenyamezele abakohlakeleyo; nokuba ubalingile abo batshoyo ukuti bangabapostile, kanti abangabo, wabafumana ukuba bangamaxoki
Yabelana
Funda ISITYHILELO 2