Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ISITYHILELO 13:18

ISITYHILELO 13:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Nabu ubulumko. Lowo unengqiqo makalibale inani lerhamncwa; kuba linani lomntu; inani lalo ke lingamakhulu omathandathu anamanci mathandathu anesithandathu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 13

ISITYHILELO 13:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Le ndawo ke ifuna ingqiqo. Nabani na oqiqayo angalifumana inani elimele irhamncwa. Kaloku inani elo limele umntu. Lona ke inani elo ngamakhulu amathandathu anamashumi amathandathu anesithandathu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 13

ISITYHILELO 13:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Nabu ke ubulumko. Lowo unengqiqo makalibale inani lerhamncwa; kuba linani lomntu; inani lakhe ngamakhulu amathandathu anamanci mathandathu anesithandathu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 13

ISITYHILELO 13:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nabu ke ubulumko. Lowo unokuqonda makabale lona inani ler̔amnco: ngokuba lilinani lomntu; kekaloku inani lalo lingamakulu matandatu anamashumi matandatu anesitandatu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo