ISITYHILELO 13:10
ISITYHILELO 13:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ubani uhlanganisela abanye ekuthinjweni, naye uya kusiwa ekuthinjweni; ukuba ubani ubulala ngekrele, umelwe kukubulawa naye ngekrele. Nalu unyamezelo nokholo lwabangcwele.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 13ISITYHILELO 13:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nabani na ofanele ukubanjwa uya kubanjwa; kanti ke nabani na oza kubulawa ngekrele uya kubulawa ngekrele. Le nto ke yenza kube yimfuneko ukuba abantu bakaThixo banyamezele, futhi babambelele elukholweni.”
Yabelana
Funda ISITYHILELO 13