ISITYHILELO 11:11
ISITYHILELO 11:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Nasemveni kwalomihla mitatu inesiqingata somhla, umoya wobomi uvela KUTIXO wangena kuwo, asuka ema ngenyawo zawo; kwaza ukwoyika okukulu kwawa pezu kwabo abebewabonela.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 11ISITYHILELO 11:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Emva kwemihla leyo mithathu inesiqingatha somhla, umoya wobomi ophume kuThixo wangena kuwo, ema ngeenyawo zawo; baza bawelwa luloyiko olukhulu abo bawabonayo.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 11ISITYHILELO 11:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Emva kweentsuku ezintathu ezinesiqingatha uThixo wawaphefumlela la mangqina avuka, baza bonke abayibonileyo loo nto barhwaqela.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 11