IINDUMISO 97:9 - Compare All Versions
IINDUMISO 97:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nguwe, Yehova, Osenyangweni phezu kwehlabathi lonke; Ùnyukile kunene ngaphezu koothixo bonke.
Yabelana
IINDUMISO 97 XHO75IINDUMISO 97:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba wena, Ndikhoyo, uyingangalal' ehlabathini; uyingqonyela yazo zonke izithixo.
Yabelana
IINDUMISO 97 XHO96IINDUMISO 97:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba wena, Yehova, ungaphezu kwehlabathi lonke, ungaphezu koothixo bonke.
Yabelana
IINDUMISO 97 CXB24IINDUMISO 97:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena, YEHOVA! upezulu pezu kwomhlaba wonke; upakamile kakulu pezu kwabo bonke otixo.
Yabelana
IINDUMISO 97 XHO1902A