IINDUMISO 96:4 - Compare All Versions
IINDUMISO 96:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.
Yabelana
IINDUMISO 96 XHO75IINDUMISO 96:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yingangalala uNdikhoyo, ufanelwe yimbeko enkulu; ufanelwe kukoyikwa ngaphezu *kwezithixo zonke
Yabelana
IINDUMISO 96 XHO96IINDUMISO 96:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngokuba mkhulu uYehova, efanelwe yindumiso eninzi; Uyoyikeka ngaphezu koothixo bonke.
Yabelana
IINDUMISO 96 CXB24IINDUMISO 96:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba UYEHOVA emkulu, ulungel’ ukudunyiswa kakulu; ulungel’ ukwoyikwa pezu kwotixo bonke.
Yabelana
IINDUMISO 96 XHO1902A