IINDUMISO 91:9-10
IINDUMISO 91:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba nguwe, Yehova, ihlathi lam. Ùmenze Osenyangweni ikhaya lakho. Akuyi kuqubisana bubi nawe. Kungafiki sibetho ententeni yakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 91IINDUMISO 91:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yokuba uthembele ngoNdikhoyo, wamenza umkhuseli wakho uPhezukonke, akuyi kuhlelwa bubi; akuyi kusondela nasibetho emzini wakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 91