IINDUMISO 91:7
IINDUMISO 91:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kungawa iwaka ecaleni kwakho, Isigidi ngasekunene kwakho, Kodwa kungasondeli nto kuwe.
Yabelana
Funda IINDUMISO 91IINDUMISO 91:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nokuba kungawa iwaka ecaleni kwakho, neshumi lamawaka liwe likungqonge, akusayi kuchukunyiswa nto wena.
Yabelana
Funda IINDUMISO 91