Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 89:1

IINDUMISO 89:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

*Ndikhoyo, ndiya kucula ngezibele zakho njalo-njalo; ukuthembeka kwakho ndokubhengeza kuzo zonke izizukulwana.

Yabelana
Funda IINDUMISO 89

IINDUMISO 89:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade, Kwizizukulwana ngezizukulwana ndiya kwazisa ukuthembeka kwakho ngomlomo wam.

Yabelana
Funda IINDUMISO 89

IINDUMISO 89:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

*Ndikhoyo, ndiya kucula ngezibele zakho njalo-njalo; ukuthembeka kwakho ndokubhengeza kuzo zonke izizukulwana.

Yabelana
Funda IINDUMISO 89

IINDUMISO 89:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Iinceba zikaYehova ndiya kuvuma ngazo ngonaphakade; Ndiya kuxela ukuthembeka kwakho ngomlomo wam kwizizukulwana ngezizukulwana.

Yabelana
Funda IINDUMISO 89

IINDUMISO 89:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

NDOVUMA ngazo izibele ZIKAYEHOVA kude kube ngunapakade: ngomlomo wam ndiya kwazisa inyaniseko yako kwisizukulwana ngesizukulwana.

Yabelana
Funda IINDUMISO 89
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo