IINDUMISO 87:7 - Compare All Versions
IINDUMISO 87:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baze, bevuma beqamba, bathi, Yonke imithombo yam ikuwe.
Yabelana
IINDUMISO 87 XHO75IINDUMISO 87:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iimvumi nabangqungqayo baya kuthi: “Thina singabomthonyama.”
Yabelana
IINDUMISO 87 XHO96IINDUMISO 87:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ziya kubakho khona iimvumi neemvumi; Onke amathende am anawe.
Yabelana
IINDUMISO 87 CXB24IINDUMISO 87:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwobako kwa nabavumi nabaculisi, besiti: Yonke imitombo yam ikuwe.
Yabelana
IINDUMISO 87 XHO1902A