IINDUMISO 83:1 - Compare All Versions
IINDUMISO 83:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thixo, musa ukuthi cwaka, Musa ukuthi tu, musa ukuzola, Thixo.
Yabelana
IINDUMISO 83 XHO75IINDUMISO 83:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, Thixo, ungathini ukuthi cwaka? Ngani ukuba wonwabe, Thixo?
Yabelana
IINDUMISO 83 XHO96IINDUMISO 83:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
TIXO! zungabi nakupumla: zungati cwaka, zungati tu, TIXO!
Yabelana
IINDUMISO 83 XHO1902AIINDUMISO 83:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ingoma ka-Asafu, musa ukuthi cwaka, Thixo; musa ukuthi cwaka, ungathi cwaka, Thixo.
Yabelana
IINDUMISO 83 CXB24