IINDUMISO 78:7 - Compare All Versions

IINDUMISO 78:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Bayàme ngoThixo, Bangazilibali izenzo ezincamisayo zikaThixo, Bayilondoloze imithetho yakhe

IINDUMISO 78:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)

ukwenzela ukuba bakholose ngoThixo, bangaze bayilibale imisebenzi yakhe, koko bayithobele imimiselo yakhe

IINDUMISO 78:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

ukuze bakholose ngoThixo, bangayilibali imisebenzi yakhe, bayigcine imithetho yakhe.

IINDUMISO 78:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

ukuba babeke pezu KWOTIXO itemba labo, bangazilibali izenzo ZIKATIXO, kodwa imiyalelo yake bayibambe