IINDUMISO 78:6 - Compare All Versions
IINDUMISO 78:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuze síwazi isizukulwana esizayo, oonyana abaza kuzalwa, Basuke babalisele ababo oonyana
Yabelana
IINDUMISO 78 XHO75IINDUMISO 78:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)
khon' ukuze ziyazi izizukulwana ezizayo, ewe, nditsho nabangekalibon' ilanga. Bona ke bayigqithisele kubantwana babo
Yabelana
IINDUMISO 78 XHO96IINDUMISO 78:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ukuze siwazi isizukulwana esizayo, oonyana abaya kuzalwa; abo banokuma, babaxelele abantwana babo ezo zinto
Yabelana
IINDUMISO 78 CXB24IINDUMISO 78:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze sizazi isizukulwana sasemva, abantwana abaza kuzalwa; bavuke bazishumayele nakubantwana babo
Yabelana
IINDUMISO 78 XHO1902A