IINDUMISO 72:19
IINDUMISO 72:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Malisikelelwe igama lakhe elizukileyo ngonaphakade, Lizale lonke ihlabathi luzuko lwakhe. Amen, amen.
Yabelana
Funda IINDUMISO 72IINDUMISO 72:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Huntshu-u-u! Masibongwe isidima segama lakhe kude kube nini nanini! Ngamana waphuphuma umhlaba sisihomo nesithozela sakhe! Huntshu-u-u! (
Yabelana
Funda IINDUMISO 72