IINDUMISO 7:9
IINDUMISO 7:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mabuphele ububi babangendawo, ulizimase ilungisa; Ùngumcikidi weentliziyo nezintso, Thixo wobulungisa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 7IINDUMISO 7:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Phelisa inkohlakalo yabantw' abagwenxa, uwazimase amalungisa, wena Thixo othand' ukulunga, ogocagoca iintliziyo neengcinga zabantu.
Yabelana
Funda IINDUMISO 7