Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 67:4

IINDUMISO 67:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Zavuya zamemelela izizwe: Ngokuba ùya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye, Uzikhaphe izizwe ehlabathini. (Phakamisani.)

Yabelana
Funda IINDUMISO 67

IINDUMISO 67:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Mazidanduluk' izizwe zicule ngemincili, kuba wena ulawula ngobulungisa, zaluswa nguwe zonk' izizwe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 67

IINDUMISO 67:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Mazigcobe zigcobe iintlanga, ngokuba ùya kugweba phakathi kweentlanga ngobulungisa, Uzilawule ehlabathini. Sela.

Yabelana
Funda IINDUMISO 67

IINDUMISO 67:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Intlanga mazivuye zigcobe nokugcoba; ngokuba uya kugweba abantu ngokulungileyo, ukokele intlanga ezisemhlabeni. Sela.

Yabelana
Funda IINDUMISO 67
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo