IINDUMISO 66:3 - Compare All Versions

IINDUMISO 66:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Yithini kuThixo, Hayi, ukoyikeka kwemisebenzi yakho! Ngenxa yobuninzi bamandla akho ziya kuhanahanisa kuwe iintshaba zakho.

IINDUMISO 66:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Dandulukani, nithi kuThixo: “Iyamangalisa imisebenzi yakho; ubungangamsha bakho bunabile; buzitsho neentshaba zakho zinkwantye.

IINDUMISO 66:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Yitini KUTIXO: Hai ukwoyikeka kwemisebenzi yako! ngenxa yobukulu bamandla ako, intshaba zako zozenzisa kuwe.

IINDUMISO 66:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Yithini kuThixo, Hayi, ilishwa ngezenzo zakho! ngenxa yobukhulu bamandla akho ziya kuhanahanisa kuwe iintshaba zakho.