IINDUMISO 63:3 - Compare All Versions
IINDUMISO 63:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba inceba yakho ilungile ngaphezu kobomi, Umlomo wam uya kukuncoma.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO75IINDUMISO 63:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi, ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO96IINDUMISO 63:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngokuba inceba yakho ilungile ngaphezu kobomi, Umlomo wam uya kukudumisa.
Yabelana
IINDUMISO 63 CXB24IINDUMISO 63:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ububele bako bulungile pezu kwokudliwa kwobomi, umlomo wam wokuncoma.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO1902A