IINDUMISO 63:2 - Compare All Versions
IINDUMISO 63:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndenjénjalo ukukhangela kuwe engcweleni, Ukuba ndibone amandla akho nobuqaqawuli bakho.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO75IINDUMISO 63:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndikuzingela phakathi *esibingelelweni, ukuze ndibone amandla nesidima sakho.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO96IINDUMISO 63:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
ukuba ndiwabone amandla akho nobuqaqawuli bakho, njengoko ndakubonayo usendaweni engcwele.
Yabelana
IINDUMISO 63 CXB24IINDUMISO 63:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndize ndibone amandla ako nobungcwalisa bako, njengokuba ndikubonile endaweni eyingcwele.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO1902A