IINDUMISO 61:4 - Compare All Versions

IINDUMISO 61:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ndiya kuphambukela ententeni yakho ngonaphade, Ndiya kuzímela ngesithe lamaphiko akho. (Phakamisani.)

IINDUMISO 61:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ndiya kuhlala kwakho njalo-njalo, ndithi ncwaba phantsi kwaloo maphiko.

IINDUMISO 61:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ndiya kuhlala ententeni yako kude kube ngunapakade; ndiya kupepela esigubungelweni samapiko ako. Sela.

IINDUMISO 61:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ndiya kuhlala ententeni yakho ngonaphakade; Ndizimela ngesithe lamaphiko akho. Sela.