Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 58:1-2

IINDUMISO 58:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yinene na kodwa ukuba nithetha ubulungisa, nina bothixo? Nigweba oonyana babantu ngokuthe tye? Hayi, entliziyweni nenza ngobugqwetha; Ezweni nilinganisela ukugonyamela kwezandla zenu.

Yabelana
Funda IINDUMISO 58

IINDUMISO 58:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngaba anikhethi buso na kodwa, nina balawuli, xa nilawulayo? Anibalamli ngegobe kodwa abantu? Hayi bo! Niyila inkohlakalo; kweli hlabathi naba ugonyamelo.

Yabelana
Funda IINDUMISO 58

IINDUMISO 58:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kumvumi, Altaschithe, Miktame van Davida. Nigweba ngobulungisa na, nyana babantu? Ewe, wenza ububi entliziyweni yakho; Ubulinganisa ububi bezandla zakho ehlabathini.

Yabelana
Funda IINDUMISO 58

IINDUMISO 58:1-2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

NIYATETA okulungileyo ngenyaniso na, ntlanganiso? niyagweba ngokufanelekileyo na, bonyana babantu? okunene entliziyweni niyaqinga izikohlakalo; nasemhlabeni niyalinganisa ubudlwengu bezandla zenu.

Yabelana
Funda IINDUMISO 58
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo