IINDUMISO 56:11
IINDUMISO 56:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndikholosé ngoThixo, ndingoyiki; Únokundenza ntoni na umntu?
Yabelana
Funda IINDUMISO 56IINDUMISO 56:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
ndokholosa ngaye ndingenadyudyu. Soze andenze nto umntu.
Yabelana
Funda IINDUMISO 56