IINDUMISO 54:6
IINDUMISO 54:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndithanda ukuzinikela kuwe ngokuqhutywa yintliziyo; Ndiyakuthanda ukudumisa igama lakho, Yehova; ngokuba ilungile.
Yabelana
Funda IINDUMISO 54IINDUMISO 54:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kubingelela kuwe ngokuqhutywa yintliziyo; Ndiya kubulela kwigama lakho, Yehova, kuba lilungile.
Yabelana
Funda IINDUMISO 54IINDUMISO 54:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
*Ndikhoyo, ndilangazelela ukukwenzela umbingelelo. Ndiyabulela kuwe, kuba wena ulungile.
Yabelana
Funda IINDUMISO 54