IINDUMISO 52:9
IINDUMISO 52:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kubulela kuwe ngonaphakade, kuba ukwenzile oku; Ndiya kuthemba igama lakho, ngokuba lilungile, phambi kwabenceba bakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 52IINDUMISO 52:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndokudumisa kude kube ngunapakade, ngokuba ukwenzile oku; ndolinda nokulinda igama lako; ngokuba kulungile ebusweni babangcwele bako.
Yabelana
Funda IINDUMISO 52IINDUMISO 52:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kubulela kuwe ngonaphakade, kuba ukwenzile oku; Ndiya kuthemba igama lakho, ngokuba lilungile, phambi kwabenceba bakho.
Yabelana
Funda IINDUMISO 52IINDUMISO 52:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yesi senzo sakho, Thixo, ndiya kukudumisa njalo-njalo. Ndithembele kuwe kuba ulungile. Ewe, ndiya kukubhengeza phakathi kwâbo bakuthandayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 52