IINDUMISO 52:8
IINDUMISO 52:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke mna ndinjengomnquma oluhlaza endlwini kaThixo; Ndikholose ngenceba kaThixo ngonaphakade kanaphakade.
Yabelana
Funda IINDUMISO 52IINDUMISO 52:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke mna ndinjengomnquma oyokoyoko; ndihlala phakathi endlwini kaThixo. Ndihlala ndikholose ngezibele zothando lukaThixo; kuya kude kube ngunaphakade.
Yabelana
Funda IINDUMISO 52