IINDUMISO 5:3 - Compare All Versions

IINDUMISO 5:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Yehova, ùya kuliva izwi lam kwakusasa, Kwakusasa ndiya kuwusingisa kuwe umthandazo wam, ndibonisele.

IINDUMISO 5:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Uyawuva umthandazo wam, Ndikhoyo, kwakusasa: kwakusasa ndizibika kuwe, ndilinde impendulo.

IINDUMISO 5:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Yehova, uya kuliva izwi lam kwakusasa; kusasa ndiya kuwubhekisa kuwe umthandazo wam, ndibheke phezulu.

IINDUMISO 5:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ilizwi lam uya kuliva kusasa, YEHOVA! kwa kusasa ndolibekisa kuwe, ndikangele pezulu.