Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 5:2

IINDUMISO 5:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Libázele indlebe izwi lokuzibika kwam, Kumkani wam, Thixo wam; Ngokuba ndithandaza kuwe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kuve ukukhala kwam, kumkani wam, Thixo wam, xa ndithandazayo kuwe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Live ilizwi lokuzibika kwam, Nkosi yam, Thixo wam, ngokuba ndithandaza kuwe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Pulapula ilizwi lokubongoza kwam, Kumkani wam, NOTIXO wam! ngokuba ndiya kutandaza kuwe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo