Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 5:11

IINDUMISO 5:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Mabavuye bonke abazímela ngawe, Bamemelele ngonaphakade, ubakhusele; Badlamke ngawe abalithandayo igama lakho.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:11 IBHAYIBHILE (XHO96)

Bayavuya bonke abo bathembela ngawe; bohlala bechulumacha luvuyo. Kaloku uyabakhusela abo bakuthandayo; abo ke banemihlali ngenene.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Mabanoyolo bonke abakholose ngawe; Mabahlale bevuya, ngokuba ubakhusela; mabavuye ngawe abalithandayo igama lakho.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa mabavuye bonke abatemba kuwe; mabadanduluke ngovuyo kude kube ngunapakade, ngokuba ubakusela: nabatanda igama lako mabagcobe kuwe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 5

IINDUMISO 5:11

IINDUMISO 5:11 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo