IINDUMISO 48:1
IINDUMISO 48:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
(Ingoma neendumiso zoonyana bakaKora.) uYehova mkhulu, ufanele ukudunyiswa kwisixeko soThixo wethu, entabeni yakhe engcwele.
Yabelana
Funda IINDUMISO 48IINDUMISO 48:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene Emzini kaThixo wethu, entabeni yakhe engcwele.
Yabelana
Funda IINDUMISO 48IINDUMISO 48:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo mkhulu kakhulu; masimbonge simdumise, esixekweni sikaThixo wethu, entabeni yakhe engcwele.
Yabelana
Funda IINDUMISO 48