Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 46:4-5

IINDUMISO 46:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kukho umlambo ozibhaxa zivuyisa umzi kaThixo, Ingcwele yeminquba yOsenyangweni. UThixo uphakathi kwawo, awushukunyiswa; UThixo uyawunceda kwasekuzeni kokusa.

Yabelana
Funda IINDUMISO 46

IINDUMISO 46:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kukho umlambo omisinga isivuyisayo isixeko sikaThixo, esilikhaya elingcwele likaPhezukonke. UThixo uthe zinzi apho kuso. Ngoko ke asinakuze sitshabalale, kuba yena usinceda kwasekuseni.

Yabelana
Funda IINDUMISO 46

IINDUMISO 46:4-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kukho umlambo, ophuma kuwo umzi kaThixo, oyingcwele yeminquba yOsenyangweni. uThixo uphakathi kwawo; akayi kuxengaxenga: uThixo uya kumnceda, nakwangaphambili.

Yabelana
Funda IINDUMISO 46

IINDUMISO 46:4-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kuko umlambo, imijelo yawo iya kuvuyisa isixeko SIKATIXO, indawo eyingcwele yetabanakele zopezu konke. UTIXO upakati kwaso; asiyi kushukunyiswa: UTIXO uya kusinceda kwa kusaza kusa.

Yabelana
Funda IINDUMISO 46
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo