IINDUMISO 43:5
IINDUMISO 43:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kungani na ukuba ùsibekeke, mphefumlo wam? Kungani na ukuba ugule ngaphakathi kwam? Lindela kuThixo, ngokuba ndisaya kubuya ndibulele kuye, Olusindiso lobuso bam, noThixo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 43IINDUMISO 43:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka? Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka? Hayi bo! Mandikholose ngoThixo, khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 43