IINDUMISO 4:8
IINDUMISO 4:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwa kunye, ndiya kulala pantsi, ndilale ubutongo, ngokwonwaba: ngokuba enguwe wedwa, YEHOVA! ondihlalisayo ekunqabeni.
Yabelana
Funda IINDUMISO 4IINDUMISO 4:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kulala phantsi, ndilale ubuthongo kwangoku, ndíxolile, Ngokuba wena, Yehova, undihlalisa ndíkholosile, noko ndindedwa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 4IINDUMISO 4:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kuphumla ngenzolo, ndilale; nguwe kuphela kaloku, Ndikhoyo, ondinqabisayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 4IINDUMISO 4:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiya kulala phantsi ndixolile, ndilale ubuthongo, kuba wena, Yehova, nguwe wedwa ondivumela ukuba ndihlale ngoxolo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 4