Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 36:6

IINDUMISO 36:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ubulungisa bakho bunjengeentaba zikaThixo; Izigwebo zakho zingamanzi enzonzobila; Ùsindisa umntu neenkomo, Yehova.

Yabelana
Funda IINDUMISO 36

IINDUMISO 36:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ukulunga kwakho akugungqi, kunjengentaba; zinzulu njengolwandle zona izigqibo zakho. Uyabanakekela abantu nezilo, wena Ndikhoyo.

Yabelana
Funda IINDUMISO 36

IINDUMISO 36:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ubulungisa bakho bunjengeentaba ezinkulu; Zinzulu kakhulu izigwebo zakho; Yehova, uyamkhusela umntu nesilwanyana.

Yabelana
Funda IINDUMISO 36

IINDUMISO 36:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ubulungisa bako bunjengentaba ZIKATIXO; izigwebo zako ziyinzulu enkulu: uyalondoloza abantu nenkomo, YEHOVA!

Yabelana
Funda IINDUMISO 36
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo