IINDUMISO 27:1
IINDUMISO 27:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
NguYehova umkhanyiseli wam nomsindisi wam, ndiya koyika bani na? NguYehova inqaba yobomi bam, ndiya kunkwantya ngabani na?
Yabelana
Funda IINDUMISO 27IINDUMISO 27:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
NguYehova umkhanyiseli wam nomsindisi wam, ndiya koyika bani na? NguYehova inqaba yobomi bam, ndiya kunkwantya ngabani na?
Yabelana
Funda IINDUMISO 27IINDUMISO 27:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*InguNdikhoyo nje ondikhanyiselayo, inguye nje ondisindisayo, ndingoyika ntoni? InguNdikhoyo nje inqaba yam, ndingoyika bani?
Yabelana
Funda IINDUMISO 27IINDUMISO 27:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
(Indumiso kaDavide.) uYehova kukukhanya kwam nomsindisi wam; ndiya koyika bani na? NguYehova inqaba yobomi bam; Ndizakoyika bani?
Yabelana
Funda IINDUMISO 27