IINDUMISO 22:5
IINDUMISO 22:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Balilela kuwe, basindiswa ke; batembela kuwe, abadaniswa ke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22IINDUMISO 22:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bakhala kuwe, basinda; Bakholosa ngawe, àbadana.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22IINDUMISO 22:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bakhala kuwe, wabakhulula wena; babethembele ngawe, akwabadanisa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22