IINDUMISO 21:7
IINDUMISO 21:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba ukumkani ukholose ngoYehova, Ngenceba yOsenyangweni akayi kushukunyiswa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 21IINDUMISO 21:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku ukumkani uthembele ngoPhezukonke, yaye ngenxa yenceba kaNdikhoyo uya kuhlal' engukumkani.
Yabelana
Funda IINDUMISO 21