IINDUMISO 2:2-3
IINDUMISO 2:2-3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ookumkani behlabathi bazimisile, Izidwangube zabhunga NgoYehova nangoMthanjiswa wakhe; Besithi, Masiziqhawule iimbophelelo zabo, Sizilahle izintya zabo kuthi.
Yabelana
Funda IINDUMISO 2IINDUMISO 2:2-3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ookumkani behlabathi bazimisile, Izidwangube zabhunga NgoYehova nangoMthanjiswa wakhe; Besithi, Masiziqhawule iimbophelelo zabo, Sizilahle izintya zabo kuthi.
Yabelana
Funda IINDUMISO 2IINDUMISO 2:2-3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ookumkani bemi bume, neziphathamandla zenza amabhunga okuvukela *uNdikhoyo nomthanjiswa wakhe, besithi: “Masiziqhawule ezo mbophelelo zabo, sikhululeke kuloo makhamandela abo.”
Yabelana
Funda IINDUMISO 2