IINDUMISO 17:15
IINDUMISO 17:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Mna, ndobona ubuso bako ebulungiseni: ndoba ndikoliwe ngumfanekiselo wako ndakuvuka.
Yabelana
Funda IINDUMISO 17IINDUMISO 17:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mna ndiya kububona ubuso bakho ndisebulungiseni; Ndiya kwaneliswa sisithomo sakho ekuvukeni kwam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 17IINDUMISO 17:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Mna ndobonana nawe ngenxa yobulungisa bam; ndokwaneliswa kukubona wena xa ndivukayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 17