IINDUMISO 16:8
IINDUMISO 16:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndimmisile uYehova phambi kwam amaxesha onke; Ngokuba esekunene kum nje, andiyi kushukunyiswa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 16IINDUMISO 16:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndihlala ndimbeke phambi kwam uNdikhoyo; ungasekunene kwam, ngoko ke andiyi kushukunyiswa nto.
Yabelana
Funda IINDUMISO 16IINDUMISO 16:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndimbeka phambi kwam uYehova ngamaxesha onke; Ngokuba ungasekunene kwam, andiyi kushukunyiswa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 16