IINDUMISO 143:10
IINDUMISO 143:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UMoya wakho olungileyo makandikhaphele ezweni elisithabazi.
Yabelana
Funda IINDUMISO 143IINDUMISO 143:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wena unguThixo wam, ngoko ke ndifundise ukuthanda kwakho. UMoya wakho wobubele makandikhokelele endleleni esisithabazi!
Yabelana
Funda IINDUMISO 143IINDUMISO 143:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndifundise ukwenza ukuthanda kwakho; ngokuba unguThixo wam. Umphefumlo wakho ulungile; Ndikhaphele ezweni lenyaniso.
Yabelana
Funda IINDUMISO 143