IINDUMISO 139:2 - Compare All Versions
IINDUMISO 139:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uyakwazi ukuhlala kwam nokusuka kwam; Uyaziqonda izicamango zam nakude.
Yabelana
IINDUMISO 139 XHO75IINDUMISO 139:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena undazi ukusuka nokuhlala; iingcamango zam uziqonda zingekaveli.
Yabelana
IINDUMISO 139 XHO96IINDUMISO 139:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wena uyakwazi ukudandatheka kwam nokreqo lwam, Uyaziqonda izicamango zam nakude.
Yabelana
IINDUMISO 139 CXB24IINDUMISO 139:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyazi ukuhlala pantsi kwam nokusuka kwam: inkumbulo yam uyayiqonda ukude.
Yabelana
IINDUMISO 139 XHO1902A