IINDUMISO 133:1 - Compare All Versions
IINDUMISO 133:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, ukuba kúhle, ukuba mnandi, Ukuthi abazalwana bahlale bemxhelo mnye!
Yabelana
IINDUMISO 133 XHO75IINDUMISO 133:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khawukhangele ukubukeka nomkhitha wokuhlala kwezalamane ngemvano!
Yabelana
IINDUMISO 133 XHO96IINDUMISO 133:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ingoma kaDavide. Yabonani, ukuba kuhle, ukuba mnandi, Bakuba oonyana babantu behleli bodwa!
Yabelana
IINDUMISO 133 CXB24IINDUMISO 133:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KANGELA, ukulunga ke nokuba mnandi ke kwokuhlala kwabazalwana kwa ndawonye!
Yabelana
IINDUMISO 133 XHO1902A