IINDUMISO 130:4 - Compare All Versions
IINDUMISO 130:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kunawe ukuxolela, Ukuze woyikwe.
Yabelana
IINDUMISO 130 XHO75IINDUMISO 130:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wena uyaxolela, khon' ukuze uhlonitshwe.
Yabelana
IINDUMISO 130 XHO96IINDUMISO 130:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuwe ke ukuxolela, ukuze woyikwe.
Yabelana
IINDUMISO 130 CXB24IINDUMISO 130:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kukuwe ukuxolela, ukuze ube nokwoyikwa.
Yabelana
IINDUMISO 130 XHO1902A