IINDUMISO 12:5
IINDUMISO 12:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngenxa yokubhuqwa kweentsizana, ngenxa yokuncwina kweentsizana, Ndiya kuma ngoku, utsho uYehova; Ndiza kumbeka endaweni ekhuselekileyo ukuze ambethe.
Yabelana
Funda IINDUMISO 12IINDUMISO 12:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yokubhuqwa kweentsizana, ngenxa yokuncwina kwamahlwempu, Ndiya kusuka ndime ngoku, utsho uYehova; Ndiya kumbeka elusindisweni lowo ululangazelelayo.
Yabelana
Funda IINDUMISO 12IINDUMISO 12:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ndiza kulamla ke ngoku,” utsho uNdikhoyo, “ngenxa yokuba amahlwempu ayacinezelwa, neentsizana ziyancwina. Ndobanika oko kuphumla bakulangazelelayo.”
Yabelana
Funda IINDUMISO 12