Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 112:6

IINDUMISO 112:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba akayi kushukunyiswa naphakade; Uya kuba lilungisa elikhunjulwa ngonaphakade.

Yabelana
Funda IINDUMISO 112

IINDUMISO 112:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ilungisa alisoze ligungqe, laye lingasoze lilibaleke.

Yabelana
Funda IINDUMISO 112

IINDUMISO 112:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba akayi kushukunyiswa naphakade; Ilungisa liya kukhunjulwa ngonaphakade.

Yabelana
Funda IINDUMISO 112

IINDUMISO 112:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngenyaniso akayi kushukunyiswa kude kube ngunapakade: olungisayo woba sekukunjulweni okungunapakade.

Yabelana
Funda IINDUMISO 112
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo