Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 109:31

IINDUMISO 109:31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba emi ekunene kolihlwempu, Ukuba amsindise kwabawugwebayo umphefumlo wakhe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 109

IINDUMISO 109:31 IBHAYIBHILE (XHO96)

kuba yena uyamxhasa ohlelelekileyo, amhlangule kwabo bamsingela phantsi.

Yabelana
Funda IINDUMISO 109

IINDUMISO 109:31 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba emi ekunene kolihlwempu, Ukuba amsindise kwabawugxekayo umphefumlo wakhe.

Yabelana
Funda IINDUMISO 109

IINDUMISO 109:31 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba eya kuma ngasekunene kwihlwempu, ukuze alisindise kwabo bagweba umpefumlo walo.

Yabelana
Funda IINDUMISO 109
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo