Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IINDUMISO 10:17-18

IINDUMISO 10:17-18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Yehova; Wazizimasa iintliziyo zabo, wayibaza indlebe yakho, Ukuba ugwebe ityala lenkedama noxinzelelweyo, Angabi sabangcangcazelisa umntu wasehlabathini.

Yabelana
Funda IINDUMISO 10

IINDUMISO 10:17-18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndikhoyo, uyaziva izicelo zabantw' abathobekileyo; uyabavuselela, uziphendule izicelo zabo. Iinkedama nabacinezelweyo uyabaqwebela, khon' ukuze oonyana babantu bangagrogrisi mntu ehlabathini.

Yabelana
Funda IINDUMISO 10

IINDUMISO 10:17-18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Nkosi; Uya kuzilungisa iintliziyo zabo, ive indlebe yakho, ukuba ugwebe iinkedama noxinzelelweyo, Angabi sabacinezela umntu wasehlabathini.

Yabelana
Funda IINDUMISO 10

IINDUMISO 10:17-18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Inkanuko yabalulamileyo uyivile, YEHOVA! uya kulungisa intliziyo yabo; uya kubeka indlebe yako; ukuba ugwebele inkedama noncinezelweyo, aze umntu wasemhlabeni angabi sabatusa.

Yabelana
Funda IINDUMISO 10
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo