Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IMIZEKELISO 4:23

IMIZEKELISO 4:23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yinike intliziyo yakho ngako konke ukunyameka; kuba ubutyebi bobomi buphuma kuyo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4

IMIZEKELISO 4:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Nazintweni zonke zigcinwayo, londoloza intliziyo yakho; Kuba aphuma kuyo amathende obomi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4

IMIZEKELISO 4:23 IBHAYIBHILE (XHO96)

Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho, kuba yona ingumthombo wobomi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4

IMIZEKELISO 4:23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yinike intliziyo yakho ngako konke ukunyameka; kuba ubutyebi bobomi buphuma kuyo.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4

IMIZEKELISO 4:23 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Linda intliziyo yako pezu kwako konke okugcinwayo; ngokuba kuvela kuyo izipumelo zobomi.

Yabelana
Funda IMIZEKELISO 4

IMIZEKELISO 4:23

IMIZEKELISO 4:23 XHO75IMIZEKELISO 4:23 XHO75IMIZEKELISO 4:23 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo